2 Kings 6:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti ukumkani wo‐Sirayeli ku‐Elisha, akubabona: Ndibabete na, ndibabete na, bawo wam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani wakwaSirayeli kuElisha, akubabona, Ndibaxabele na, ndibaxabele na, bawo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani wakwaSirayeli kuElisha, akubabona, Ndibaxabele na, ndibaxabele na, bawo? ndiya kubohlwaya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akubabona ukumkani wakwaSirayeli, wabuza kuElisha wathi: “Ndingabinza na, bawo? Uthini, uthi mandibabulale?”