2 Kings 6:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwabako indlala enkulu e‐Samariya; ngokuba, bona ke, bayivingcela, kwada kwa tengiswa intloko yeqwaṙashe ngamashumi asibozo amaqosha esilivere, nesiqingata sesine sekabe yelindle lamahobe ngesihlanu s amaqosha esilivere.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabakho ke indlala enkulu kwaSamari. Yabona, bawungqinga ke, yada intloko ye-esile yathengiswa ngamashumi osibhozo eeshekele zesilivere, nesahlulo sesine sekabhe yendlelo yamavukuthu saba sisihlanu sesilivere.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabakho indlala enkulu eSamariya, yaye, khangela!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwabakho indlala enkulu apho eSamariya. Ixesha lokunqingwa kwaso laba lide ngangokuba intloko yedonki yayithengiswa ngeesiliva ezimashumi asibhozo, ke wona amakhulu amabini eegram zobulongwe behobe bezithengiswa ngeesiliva ezintlanu.