2 Kings 6:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, nxa ukumkani wo‐Sirayeli abedlula pezu kwodonga, wakala umfazi kuye, esiti: Siza, nkosi yam, kumkani!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, edlula ukumkani wakwaSirayeli phezu kodonga, intokazi yamemeza kuye, isithi, Sindisa, nkosi yam, kumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ewela ukumkani wakwaSirayeli phezu kodonga, yambiza inkazana, yathi, Sindisa, nkosi yam, kumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wakwaSirayeli wathi egqitha ehamba eludongeni kwabakho umfazi okhalayo esithi: “Nceda, nceda, nkosi yam kumkani!”