2 Kings 6:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Makenje njalo kum utixo, alekele ukwenje njalo, ukuba intloko ka‐Elisha unyana ka‐Shafate iya kuma pezu kwake namhla!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Makenjenje kum uThixo, aqokele ukwenjenje, ukuba intloko kaElisha, unyana kaShafati, iya kuma phezu kwakhe namhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, uThixo enjenje kum, waqokele ukwenjenje, yakuba intloko kaElisha, unyana kaShafati, imi phezu kwakhe namhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi: “UThixo makandohlwaye nokuba kuqatha kangakanani na ukuba ndithe namhlanje ndayiyeka ihleli kuye intloko kaElisha unyana kaShafati!”