2 Kings 6:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAYE ukumkani we‐Siriya wayenza imfazwe ngakubo o‐Sirayeli, wacebisana nezicaka zake, esiti: Umnquba wam woba sendaweni etile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ukumkani wama-Aram wayesilwa namaSirayeli, wacebisana nabakhonzi bakhe, esithi, Kuya kuba sekuthini, nasekuthini, apho ndolalisa khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawaxabela ke ukumkani wama-Aram amaSirayeli, wacebisana nabakhonzi bakhe, wathi, Yoba ndaweni ithile ndilihlathi lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwakungekho mvano phakathi kokumkani wakwa-Aram nowakwaSirayeli. Wasuka ke wathetha-thethana namaphakathi akhe ukumkani wakwa-Aram, wathi: “Imikhosi yam ndoyimisa endaweni ethile.”