2 Kings 6:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa indoda katixo yatuma kukumkani wo‐Sirayeli, ukuti: Lumka ukuba ungadluleli kulondawo; ngokuba ama‐Siriya ehlele kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathumela umfo wakwaThixo kukumkani wakwaSirayeli, esithi, Zigcine, ungegqithi kulaa ndawo; ngokuba ama-Aram ehla khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathumela umfo wakwaThixo kukumkani wakwaSirayeli, esithi, Zilindeni, ningacandi kulaa ndawo; ngokuba ama-Aram ehlele khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umfo wakwaThixo wathumela isilumkiso kukumkani wakwaSirayeli, esithi: “Musa ukudlula kwelo cala, kuba ama-Aram ehlela ngakhona.”