2 Kings 7:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwalihlela njalo ke; ngokuba abantu bebelinyatela esangweni, lada lafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaba njalo ke kuye; bamnyathela abantu esangweni, wafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yawa ke phezu kwakhe, ngokuba abantu bamnyathele esangweni, wafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo nto ke yile kanye yalihlelayo elo phakathi; kaloku abantu balinyhasha ngeenyawo esangweni apho lada lafa.