2 Kings 8:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Elisha wati kuye: Hamba, uti kuye: Ungapila kambe. Kodwa uyehova undibonisile ukuba uya kufa yena ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uElisha kuye, Hamba uye kuthi, Ungaphila; koko uYehova undibonisile ukuba, inene, uya kufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uElisha kuye, Ewe, ùthi kuye, Uya kuphila ngonaphakade; ke uYehova undibonisile ukuba uya kufa ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UElisha uphendule wathi: “Yiya kumxelela ukuba nakanjani na uza kuphila. Ewe kambe, *uNdikhoyo undityhilele ukuba uza kufa.”