2 Kings 8:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wabekisa ubuso bake ngokuti nqi, wada wadana; yati indoda katixo yalila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamkhangela, wamthi ntsho, wada waneentloni; walila umfo wakwaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabutywina ubuso bakhe wada waneentloni, walila umfo wakwaThixo oyinyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ntsho ngamehlo, wada ke uHazayeli waziva eneentloni. Umfo wakwaThixo ke wathi chapha-chapha iinyembezi.