2 Kings 8:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wemka ku‐Elisha, weza enkosini yake, eyati kuye: Wati nina kuwe u‐Elisha? Wayesiti: Ute kum: Uya kupila ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wemka kuElisha, waya enkosini yakhe. Yathi kuye, Utheni na uElisha kuwe? Wathi, Uthe kum, Inene, uya kuphila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamshiya ke uElisha, waya enkosini yakhe; Athi kuye, Utheni na uElisha kuwe? Waphendula ke wathi, Uthe kum, inene, uya kuphila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHazayeli wamshiya uElisha, wagoduka waya enkosini yakhe. Akubuza ke uBhenadadi ukuba uthini na uElisha, uHazayeli wathi: “Uthi uza kuphila.”