2 Kings 8:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngomnye umhla, watabata incawe entlakantlaka, wayifaka emanzini, wayandlala ebusweni bayo, yada yafa: waza u‐Hazayeli waba ngukumkani esikundleni sayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngengomso wathabatha ingcawa, wayithi nkxu emanzini, wayaneka ebusweni bayo; yafa. UHazayeli waba ngukumkani esikhundleni sayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngengomso wathabatha ingubo, wayithi nkxu emanzini, wayaneka phezu kobuso bakhe apho ebefele khona; uHazayeli waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngemini elandelayo uHazayeli wathatha ilaphu, walifaka emanzini, waza wafuthanisela ukumkani lowo wada wafa. Akuba efile ke, uHazayeli waba ngukumkani endaweni yakhe.