2 Kings 8:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ebeyiminyaka imashumi matatu anamibini ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani e‐Yerusaleme iminyaka yasibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ebeminyaka imashumi mathathu anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe, waba neminyaka esibhozo engukumkani eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubeminyaka imashumi mathathu anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; Waba neminyaka emashumi asibhozo anamibini engukumkani eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayeneminyaka emashumi mathathu anambini ukuqala kwakhe ukulawula, waza ke walawula eJerusalem iminyaka yasibhozo.