2 Kings 8:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomnyaka weshumi linesibini ka‐Yorame unyana ka‐Ahabi ukumkani wo‐Sirayeli, waba ngukumkani u‐Ahaziya unyana ka‐Yehorame ukumkani wo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka weshumi elinesibini kaYoram unyana ka-Ahabhi, ukumkani wamaSirayeli, waba ngukumkani uAhaziya, unyana kaYehoram ukumkani wamaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka weshumi elinesibini kaYoram unyana ka-Ahabhi ukumkani wamaSirayeli, waba ngukumkani uAhaziya, unyana kaYoram, ukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngonyaka weshumi elinambini elawula uYoram unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, uAhaziya unyana kaYehoram ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula kwaJuda.