2 Kings 8:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayehamba endleleni yendlu ka‐Ahabi, wenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova, njengendlu ka‐Ahabi: ngokuba ebengumyeni kwindlu ka‐Ahabi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi, wenza okubi emehlweni kaYehova ngokwendlu ka-Ahabhi; ngokuba ebengumyeni wakwa-Ahabhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waqhubeka ehamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi waza wenza okubi emehlweni kaYehova, kanye njengendlu ka-Ahabhi kuba wayengumkhwenyana wendlu ka-Ahabhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahamba ekhondweni lendlu ka-Ahabhi, wenza okubi emehlweni kaNdikhoyo. Kaloku wayengumkhwenyana kwindlu ka-Ahabhi.