2 Kings 8:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, ekupeleni kweminyaka isixe̔nxe, waselebuya umfazi lowo elizweni lama‐Filistiya; waza wapuma ukuya kukala kukumkani ngenxa yendlu yake, nangenxa yomhlaba wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwathi ekupheleni kweminyaka esixhenxe leyo, yabuya loo ntokazi ezweni lamaFilisti; yaphuma yaya kuzibika ngendlu yayo nentsimi yayo kukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekupheleni kweminyaka esixhenxe leyo, yabuya inkazana leyo ezweni lamaFilisti, yaphuma yaya kuzibika kukumkani ngendlu yayo nentsimi yayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kwaloo minyaka isixhenxe wabuya ke kwelamaFilistiya, waza waya kucela indlu nentsimi yakhe kukumkani kwelo lakowabo.