2 Kings 9:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Jezebele izinja ziya kumdla enqeleni yase‐Yezerele, kungayi kubako namnye ukumncw̔aba. Yaza yavula ucango, yabaleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zimdle izinja uIzebhele esiqwengeni esiseYizereli, kungabikho umngcwabayo. Waluvula ucango, wasaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye uIzebhele uya kudliwa ziintaka kummandla waseYizereli, yaye akuyi kubakho bani umngcwabayo. Wavula ucango wabaleka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena uJezebhele uya kudliwa zizinja kweso siqithi somhlaba siseYizereli, kungabikho namntu uya kumngcwaba.’ ” Waza ke wavula umnyango, waphuma wabaleka.