2 Kings 9:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uti wakufika kona, umkangelele apo u‐Jehu, unyana ka‐Yehoshafate, unyana ka‐Nimshi, ungene, umenze asuke pakati kwabazalwana bake, umzise enkambilini yapakati;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ungene khona, ukhangele khona uYehu, unyana kaYehoshafati, unyana kaNimshi, uye utsho esuke phakathi kwabazalwana bakhe, umse engontsini engaphakathi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ufikile khona, nanko uYehu, unyana kaYehoshafati, unyana kaNimshi, ungene, wamnqanda phakathi kwabazalwana bakhe, wamngenisa egumbini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakufika khona uze ukhangele uYehu unyana kaYoshafati unyana kaNimshi. Uze umthathe umke naye koogxa bakhe, ningene kwelona gumbi likude ngaphakathi.