2 Kings 9:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waxela ke umlindi, esiti: Weza kubo, kodwa akabuyi; kanjako ukuqu̔ba kunjengokuqu̔ba kuka Jehu unyana ka‐Nimshi, ngokuba equ̔ba ngobugeza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waxela umlindi, wathi, Uye wafika kubo, ke akabuyi; ke ukuqhuba kunjengokuqhuba kukaYehu, unyana kaNimshi; ngokuba uqhuba ngobudlongodlongo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waxela umlindi, wathi, Uye wafika kubo, akabuya; ngokuba uqhuba ngobudlongodlongo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umlindi ubuye waxela wathi: “Isigidimi sihambe saya kufika, kodwa asibuyi. Ke ukuqhuba ngathi kukuqhuba kukaYehu unyana kaNimshi, ngokuba uqhuba oku kwephambana.”