2 Kings 9:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomnyaka weshumi elinamnye ka‐Yorame unyana ka‐Ahabi, waba ngukumkani u‐Ahaziya pezu kwo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka weshumi elinamnye kaYoram unyana ka-Ahabhi, uAhaziya waba ngukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka weshumi elinamnye kaYoram unyana ka-Ahabhi, uAhaziya waba ngukumkani kwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAhaziya lo waqala ukuba ngukumkani wakwaJuda kunyaka weshumi elinanye elawula uYoram unyana ka-Ahabhi.