2 Kings 9:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa u‐Jehu abengena esangweni, wandula wati: Bekuko uxolo na ku‐Zimri, owabulalayo inkosi yake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wangena uYehu esangweni, wathi yena, Luxolo na, Zimri, wena mbulali wenkosi yakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena uYehu esangweni, wathi, Uhleli ngoxolo na uZimri, wena umbuleleyo inkosi yakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa angena esangweni uYehu, uJezebhele wabuza wathi: “Zimri, ngaba uza ngoxolo kodwa, ntondini egebenge inkosi yayo?”