2 Kings 9:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapakamisa ubuso bake ngasefenstileni, wati: Ngubanina ongecala lam? ngubanina? Kwaza kwakangela pandle ngakuye abatenwa babini umhlaumbi batatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawaphakamisa uYehu amehlo akhe, wabheka efestileni, wathi, Ngubani na ongakum? Ngubani na? Kwalunguza ababusi ababini, abathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuphakamisa ubuso bakhe efestileni, wathi, Ngubani na ophambi kwam? I-WHO? Kwaye kukho amathenwa amabini okanye amathathu, emlindile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wajonga efestileni ephakamileyo leyo uYehu, wathi: “Ngubani ongakum? Ngubani?” Izicaka ezibini okanye ezithathu zajonga kuye ezantsi,