2 Kings 9:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Basuka baya ukumncw̔aba; kodwa abafumana nto kuye, kupela lukakai, nenyawo, nentende zezandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kumngcwaba: abawufumana umzimba wakhe, yaba lukakayi, neenyawo, neentende zezandla kuphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kumngcwaba; abafumana nto kuye, yaba lukakayi, neenyawo, namasundu kuphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathe ke xa baya kumngcwaba, bafumana kuphela ukhakhayi lwakhe, neenyawo nezandla.