2 Kings 9:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
saye isidumbu sika‐Jezebele siya kuba njengomgquba pezu kwobuso bomhlaba, enqeleni yase‐Yezerele; ukuba akuyi kutiwa: Lo‐ungu‐Jezebele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
sithi isidumbu sikaIzebhele sibe njengomgquba phezu komhlaba esiqwengeni saseYizereli, kukuze kungathiwa, Lo nguIzebhele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye umzimba kaIzebhele uya kuba njengeliva entsimini kummandla waseYizereli; ukuze bangathi, Lo nguIzebhele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umzimba kaJezebhele uya kuba yinkunkuma entsimini eseYizereli, kungabi sathiwa: Lo nguJezebhele.’ ”