2 Kings 9:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wesuka ke, wangena endlwini; yaza yayigalela ioli pezu kwentloko yake, yati kuye: Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Ndikutambisile ube ngukumkani pezu kwabantu bakayehova, pezu kwo‐Sirayeli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka, wangena endlwini, wamgalela ioli entloko, wathi kuye, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ndikuthambisile ukuba ube ngukumkani kubantu bakaYehova, kumaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esukile ke, wangena endlwini; wamgalela ioli entloko, wathi kuye, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ndikuthambisile ukuba ube ngukumkani woonyana bakaYehova bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYehu waphakama, wangena endlwini. Ke yena umshumayeli lowo wathatha iqhaga elo, wagalela uYehu ngamafutha entloko, wathi: “Utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ukuthi: ‘Ndiyakuthambisa ukuba ube ngukumkani wosapho lukaNdikhoyo, uSirayeli.