2 Kings 9:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wauya kubeta indlu ka‐Ahabi inkosi yako, ukuba ndipindezele igazi lezicaka zam abaprofite, negazi lazo zonke izicaka zikayehova, esandleni sika‐Jezebele:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woyixabela indlu ka-Ahabhi inkosi yakho, ndiwaphindezele amagazi abakhonzi bam abaprofeti, namagazi abakhonzi bonke bakaYehova, esandleni sikaIzebhele;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yibulale indlu ka-Ahabhi inkosi yakho, ndihlawule igazi labakhonzi bam, nabaprofeti, negazi labakhonzi bonke bakaYehova, esandleni sikaIzebhele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyabona ke, uze uyitshabalalise indlu ka-Ahabhi, inkosi yakho; mna ke ndiya kuliphindezela igazi lezicaka zam abashumayeli, ndawonye nalo lonke igazi lezicaka zikaNdikhoyo elaphalazwa nguJezebhele.