2 Peter 1:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko, bazalwana! nxamelani ngakumbi ukubizwa nokunyulwa kwenu ukukwenza kuqinisekile; ngokuba nisenza oku ke ningasayi kuza niwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Endithi ngoko, bazalwana, makube kukhona nikhuthalele ukulwenza luqine ubizo nonyulo lwenu; kuba, nakuzenza ezo zinto, anisayi kukha nikhubeke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Endithi ngoko, bazalwana, makube kukhona nikhuthalele ukulwenza luqine ubizo nonyulo lwenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, mawethu, kulangazeleleni ngakumbi ukuqinisekiswa kokubizwa nokunyulwa kwenu nguThixo. Kaloku ukuba niyayenza loo nto, aninakuze niwe konke.