2 Peter 1:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndiba kufanelekile, lonke ixesha ndiseko ngalo kulo olupahla, ukuba ndinivuse ngoku ni kumbuza;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiba ke kububulungisa, ukuba ngalo gama ndikulo mnquba, ndinivuse ngokunikhumbuza;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiba ke kububulungisa, ukuba ngalo gama ndikulo mnquba, ndinivuse ngokunikhumbuza;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiba yimfanelo yam, lo gama ndisaphilayo, ukuba ndinikhwezele ngokumana ndinikhumbuza.