2 Peter 1:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndiya kuzama ukuba nibe nako kanjalo ngamaxesha onke emveni kwokufa kwam ezizinto ukuzikumbula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ndiya kukhuthalela ke ukuba nibe nako, amaxa onke emva kokumka kwam, ukuzikhunjuzwa ezo zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo ndiya kukhuthalela ke ukuba nibe nako, amaxa onke emva kokumka kwam, ukuzikhunjuzwa ezo zinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaye ndiza kwenza indlela yokuba nihlale nizikhumbula ezi zinto naxa ndingasekhoyo.