2 Peter 1:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ufefe noxolo lwanga lunganandiselwa ekwaziweni kwake utixo, no‐Yesu inkosi yetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uthi, Makwandiswe kuni ubabalo noxolo, ngokumazi uThixo, noYesu, iNkosi yethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makwandiswe kuni ubabalo noxolo, ngokumazi uThixo, noYesu iNkosi yethu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga ngenxa yokwazana kwenu noThixo kwakunye noYesu iNkosi yethu, ningenzelwa isisa, niphiwe noxolo ngakumbi nangakumbi.