2 Peter 1:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kungezanga kuziswe isiprofitesho ngentando yomntu; koko abantu abangcwele bakatixo batetayo, bequ̔tywa ngumoya oyingcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba akukhanga kubekho siprofeto ngokuthanda komntu; bathi abantu abangcwele bakaThixo bathetha beqhutywa nguMoya oyiNgcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku akukhanga kubekho siprofeto ngokuthanda komntu, kodwa abantu abangcwele bakaThixo bathetha beqhutywa nguMoya oyiNgcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku udaba lukaThixo aluzanga ngokuzithandela komntu, koko abantu baluthetha udaba lukaThixo beqhutywa lifuthe loMoya oyiNgcwele.