2 Peter 1:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba amandla ake abutixo esipile zonke izinto ezi lung ele ubomi nobubedesho, ngako ukwaziwa kwalowo owasibizayo ngabo ubungcwalisa namandla;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nibona nje, ukuba amandla akhe obuThixo asiphile zonke izinto ezisingise ebomini nasekuhloneleni uThixo, ngako ukumazi lowo wasibizayo ngozuko nesidima.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengokuba amandla akhe obuThixo asiphile zonke izinto ezisingise ebomini nasekuhloneleni uThixo, ngako ukumazi lowo wasibizayo ngozuko nesidima;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamandla akhe uThixo usenzele zonke izinto eziyimfuneko ebomini, ukuze siziphathe ngokwentando yakhe; nokuze sazane nalowo usibizileyo, khon' ukuze sibuxhamle ubuqaqawuli nesidima sakhe.