2 Peter 1:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ezizinto ukuba ziko kuni, zisanda nokwanda, zinenza ukuba ninganqeni nokuba ningaputi ekwaziweni kwayo inkosi yetu u‐Yesu Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa zikhoyo ezo zinto kuni, zisanda, zinenza ukuba ninganqeni, ningabi ngabaswele isiqhamo ekuyazini iNkosi yethu uYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa zikhoyo ezo zinto kuni, zisanda, zinenza ukuba ninganqeni, ningabi ngabaswele isiqhamo ekuyazini iNkosi yethu uYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ninazo ngokwaneleyo, zisanda ngokwanda ezi zinto, zonenza nikhuthale nivelise neziqhamo, nazane nokwazana ngenene neNkosi yethu uYesu Krestu.