2 Peter 2:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bebatembisa nje inkululeko, bona ngokwabo bengamakonza olwonakalo: ngokuba lowo umntu oyiswayo nguye, ekonziswa nguye lo kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bebathembisa nje inkululeko, bona ngokwabo bangabakhonzi bokonakala; kuba lowo athi ubani eyiswe nguye, ukhonzisiwe nokukhonziswa kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bebathembisa nje inkululeko, bona ngokwabo bangabakhonzi bokonakala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babathembisa inkululeko, kodwa bona ngokwabo basabopheleleke kwimikhwa yokuzibhubhisa. Kaloku umntu uba likhoboka layo nayiphi na into angalumlekiyo kuyo.