2 Peter 2:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngekuba kubalungele ukuba babe bengayazanga indlela yobulungisa, ngapezu kwokuba bati, emvenikweni bayazileyo, baguquke kuwo umyalelo ongcwele obunikelwe kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngekubalungele kanye, ukuba bebengayazanga indlela yobulungisa, kunokuba bathi beyazile, babuye umva, baphume kuwo umthetho ongcwele abawuwiselwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngekubalungele kanye, ukuba bebengayazanga indlela yobulungisa, kunokuba bathi beyazile, babuye umva, baphume kuwo umthetho ongcwele abawuwiselwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngekubhetele ukuba babengayazanga eyona ndlela, kunokuba bathi sebeyifumene bajike, bawulahle umyalelo kaThixo ababewunikiwe.