2 Peter 2:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ngokubawa baya kunenza intengo ngamazwi abebezekayo; abakugwetywa kwabo kuse kukade kungazilazili, nokutshabalala kwabo kunganqwalazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi benokubawa, banibonelele ngamazwi alalanisayo;abakugwetywa kungaphumliyo kwakudala, nayo intshabalalo yabo ayozeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi benokubawa, banibonelele ngamazwi alalanisayo; abakugwetywa kungaphumliyo kwakudala, nayo intshabalalo yabo ayozeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yokunyoluka kwabo aba bafundisi baya kuniqhatha, khon' ukuze banixhaphaze, bafumane inzuzo. Kodwa ke sona isigwebo abasimisélwa kwantlandlolo sijinga phezu kwabo; umtshabalalisi akalali, ulinde bona.