2 Peter 2:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba akayeka ilizwe lakudala, koko wamlondolozayo u‐Nowa umshumayeli wobulungisa nabanye abasixe̔nxe, akuzisa umsingakazi pezu kwelizwe labangabedeshiyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
naxa angaliconganga ihlabathi lakudala, wesuka walondoloza uNowa, umvakalisi wobulungisa, enabasixhenxe, akuba elihlisele unogumbe ihlabathi labangahloneli Thixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Engaliyekanga ihlabathi lakudala, wesuka walondoloza uNowa, umshumayeli wobulungisa, engowesibhozo, elihlisela unogumbe ihlabathi labangahloneli Thixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo akazange alisindise ihlabathi lamandulo, koko wabatshabalalisa ngonogumbe abo bantu bangakhathalele Thixo. Abantu abasindayo nguNowa, umshumayeli wobulungisa, kunye nabanye abasixhenxe.