2 Peter 2:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba izixeko ze‐Sodome ne‐Gomora eziguqule nje zibe ngumtutu wazigweba ngengci̔takalo, ezimisa zibe ngumlinganiso kwabaya kwenza ngokungabedeshi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
xa athe nemizi yaseSodom neGomora wayitshisa yaluthuthu, wayigweba ukuba ibhukuqeke, wayenza umzekelo wabaza kuba ngabangahloneli Thixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayitshisa iSodom neGomora, wayitshisa yaluthuthu, wayigweba ukuba ibhukuqeke, wayenza umzekelo wabaza kuba ngabangahloneli Thixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iidolophu zaseSodom naseGomora uThixo wazigweba wazitshabalalisa; ewe, wazitshisa zaluthuthu, khon' ukuze zibe ngumzekelo kumaxesha azayo, kwabo bangamthobeliyo uThixo.