2 Peter 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
iyakwazi inkosi ukuhlangula ababedeshekileyo ekulingweni, nokugcinela abangalungileyo umhla womgwebo ukuba bohlwaywe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
iyakwazi iNkosi ukubahlangula ekuhendweni abahlonela uThixo;ke abangemalungisa ibagcinele imini yomgwebo, ukuba babethwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iyakwazi iNkosi ukubahlangula ekuhendweni abahlonela uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke iNkosi iyabahlangula ezilingweni abantu abayithobelayo. Ke bona abangayithobeliyo ibagcinele ukubohlwaya ngomhla womgwebo;