2 Peter 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ezizinto zonke zinokuci̔teka nje, nifanele ukuba ngabanjanina kuko konke ukumila okungcwele nobubedesho,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo zinto zonke ngoku zichithakala nje, nimele ukuba ngabanjani na ngeehambo ezingcwele nokuhlonela uThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubeni ngoko zonke ezi zinto ziya kuchithakala, nimele ukuba ngabanjani na ngeehambo ezingcwele nokuhlonela uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke eli phakade liza kutshabalala kanje, ngaba kufuneka nithini nina? Kufuneka nizinikele ngokupheleleyo, niphile ubomi obunyulu.