2 Peter 3:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oku bekufihlelwa ngabomi, okokuba amazulu ebeko kudala, nomhlaba ubumi ngokupuma emanzini nangokuba pakati kwamanzi, ngelizwi likatixo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba oku kufihlakele kubo ngokuthanda kwabo, ukuba izulu laye likho kwakudala, nomhlaba uvele emanzini, umi ngamanzi, ngalo ilizwi likaThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba oku kufihlakele kubo ngokuthanda kwabo, ukuba izulu laye likho kwakudala, nomhlaba uvele emanzini, umi emanzini, ngalo ilizwi likaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakhetha ukuyilibala abo bantu into yokuba amazulu la ayekho kakade kwasekuqaleni, nokuba ihlabathi eli ladalwa ngamanzi ngelizwi likaThixo.