2 Peter 3:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ekungawo wona ilizwe laloko, ligalelelwe ngamanzi nje, latshabalala:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
elathi ngezo zinto ihlabathi langoko lantywiliselwa ngamanzi, latshabalala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
elathi ihlabathi langoko lantywiliselwa ngamanzi, latshabalala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaye latshatyalaliswa kwangamanzi; nditsho amanzi kanogumbe.