2 Peter 3:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa le into inye maningayifihlelwa, batandwa! yokokuba umhla mnye pambi kwenkosi unjengayo iminyaka eliwaka, nokuba iminyaka eliwaka injengawo umhla mnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Le nto ke inye mayingafihlakali kuni, zintanda, ukuba phambi kweNkosi imini enye injengeminyaka eliwaka, neminyaka eliwaka injengemini enye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Le nto ke inye mayingafihlakali kuni, zintanda, ukuba phambi kweNkosi imini enye injengeminyaka eliwaka, neminyaka eliwaka injengemini enye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze nikhumbule le ndawo ke, zihlobo zam: umhla omnye kuThixo uyafana newaka leminyaka, newaka leminyaka lifana nomhla omnye.