2 Samuel 1:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(wayexela ukuba usapo luka‐Juda malufundiswe isi‐Peta; bona ke, siba̔liwe encwadini ka‐Yashere:)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi mabayifundiswe oonyana bakaYuda ingoma leyo yesaphetha; nantso ibhaliwe encwadini yOthe Tye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi mabafundiswe oonyana bakaYuda ukusebenzisa isaphetha; nantso kubhaliwe encwadini yOthe Tye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kufuneka bayifundiswe bonke abemi bakwaJuda, ibe yingoma yesaphetha. (Ibhalwe kwiNcwadi kaYashare.) Ithi loo ngoma: