2 Samuel 1:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai ukuwa kwamaṙoti pakati kwokulwa! Jonatane, uhlatyiwe pezu kwenduli zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, ukuwa kwamagorha phakathi kwemfazwe! UYonatan ubulawelwe emimangweni yakho
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, ukuwa kwamagorha emfazweni! Wena Yonatan, ubulawelwe ezintabeni zakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Awu! Ewe, awil' amagorh' amakhulu, itshoba lalal' umbeth' esedabini. Ukhahlelwe phantsi uJonatan phaya endulini.