2 Samuel 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Davide wati kuyo indodana ebimxelele: Wazi nganina, ukuba u‐Saule ufile, no‐Jonatane unyana wake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide kwindodana ebimxelela, Wazi ngani na, ukuba uSawule ufile, noYonatan unyana wakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kwindodana ebimxelela, Wazi ngani na, ukuba bafile uSawule, noYonatan unyana wakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uDavide kuloo mfana wayemzisela ezi ndaba: “Wazi ngantoni ukuba uSawule nonyana wakhe uJonatan bafile?”