2 Samuel 1:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati akubeka ngasemva kwake, wandibona, wandibiza; ndaza ndati: Nanku ndi lapa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe akubheka, wandibona, wandibiza; ndathi, Sendikho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akubheka, wandibona, wandibiza. Ndaphendula ndathi: Ndim lo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi akukhangela ngasemva wandibona, wandibiza, nam ke ndasabela ndathi: ‘Ndikwenzele ntoni?’