2 Samuel 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kum kanjalo: Yima ke pezu kwam, undifise, ngokuba isizunguzane sindibambile; ngokuba ubomi bam busebonke pakati kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kum, Khawume phezu kwam, undibulale, ngokuba ndiphelelwe; kuba andikafi kanye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wathi kum, Yima ecaleni kwam, undibulale, ngokuba ndizelwe ngengozi, ngokuba ndisahleli kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe kum ke: ‘Sondela undigqibezele. Ubomi bam sebungamacimi-cimi, kodwa andikaphelelwa.’