2 Samuel 11:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati kwakuxelwa ku‐Davide, kusitwa: u‐Huriya akehlelanga endlwini yake; wati u‐Davide ku‐Huriya: Ubungaveli ekuhambeni na? yinina ukuba akuhlelanga endlwini yako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaxelwa kuDavide, kwathiwa, U-Uriya akehlanga aye endlwini yakhe. Wathi uDavide ku-Uriya, Akuveli eluhambeni na?Yini na ukuba ungehli uye endlwini yakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaxelwa kuDavide, kwathiwa, U-Uriya akehla aye endlwini yakhe; Yini na ukuba ungehli uye endlwini yakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waxelelwa uDavide kwathiwa: “U-Uriya akayanga emzini wakhe.” Waza uDavide wathi ku-Uriya: “Ubuseluhambeni ithuba elide; kutheni ungayanga kulala kwakho nje?”