2 Samuel 11:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akuba u‐Davide ebemmemile, wadla ebusweni bake, wasela nokusela; wada wamnxilisa: waza wapuma ngokuhlwa ukuya kulala emandlalweni wake ndawonye nezicaka zenkosi yake; kodwa akehlela endlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wammema: wadla, wasela phambi kwakhe; wamnxilisa.Waphuma ngokuhlwa, waya kulala esililini sakhe nabakhonzi benkosi yakhe; akehla aye endlwini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wambiza uDavide, wadla, wasela ngakuye wanxila, waphuma ngokuhlwa waya kulala esingqengqelweni sakhe nabakhonzi benkosi yakhe, akehla aye endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wammema, waza watya wasela kunye naye, wamnxilisa. Kodwa nangobo busuku akazange agoduke u-Uriya, suka yena waya kulala kwindawo yakhe ngakwizicaka zakomkhulu.