2 Samuel 11:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute kusasa, waba̔la u‐Davide incwadi ku‐Jowabi, wayituma ngesandla sika‐Huriya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi kusasa, uDavide wabhala incwadi kuYowabhi, wayithumela ngesandla sikaUriya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi kusasa uDavide wabhalela uYowabhi incwadi, wayithumela ngo-Uriya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakusasa ngengomso uDavide wabhalela uJowabhi incwadi, wayithumela kwangoUriya.